Intlanzi Kunye Nesipho
by Andy Thesen, Jesse Breytenbach, Liesl Jobson
Family, friends, and homeLet's go on an adventure
Ngomnye uLwesihlanu okhethekileyo utata kaYusuf wanxiba phambi kokuba kuthi qheke ukukhanya esibhakabhakeni. Amehlo kaYusuf abengezela lulonwabo xa uPapa esithi, “Namhlanje yimini endiza kubamba ngayo intlanzi ndize ndikuphathele nesipho.”
Writing a summary for young readers…
For young readers
Book data: Open Library