Skip to content

Ukumkanikazi waseSoweto

by Mia du Plessis, Marli Fourie, Jessica Taylor

Emotions and life skillsPowerful female characters

UBasestsana Kumalo ngukumkanikazi omhle, kodwa ungaphezulu kunoko. Usifundisa ukuba obona buhle kukuba nentliziyo egcwele uthando nesisa. Ibali lakhe lisibonisa ukuba, ukuba unesibindi nokuzimisela, ungawaphumelelisa amaphupha akho – nokuba ayintoni na.

Writing a summary for young readers…

For young readers

Book data: Open Library